Nika Inkxaso

Nika Inkxaso

Isimo sethu seRhafu

IPuku Children’s Literature Foundation liqumrhu elinenzuzo kuwonke-wonke (PBO) ngokweCandelo lama-30 loMthetho weRhafu yeNgeniso, kwaye imali engenayo nenyukayo azirhafiswa ngokweCandelo le-10 (cN) loMthetho. Inkxaso-mali efumaneka okanye enikwa iqumrhu elinenzuzo kuwonke-wonke ayirhafiswa ngokoMthetho weCandelo lama-56 (1) (h) loMthetho weRhafu yeNgeniso.

Inombolo yeQumrhu elingenanzuzo (NPO): 088-63
2010/021586/08 (iCandelo lama-21 Inkampani engenangeniso)