Discover South African Books

Bonke abantwana, abadala nabancinci, kwihlabathi liphela bayalazi kwaye belithanda ibali likaPinokiyo, inkwenkwana yokhuni eyayinempumlo ekhula ingayeki. Liye labaliswa kwakhona apha ngokwendlela ekhethekileyo yaseMzantsi Afrika. Amahlandinyuka kaPinokiyo aqhelekile kubafundi abakhe badibana nalo eli bali, kodwa baya kothuka xa befumanisa ukuba apha kolu hambo lwakhe sele ekhatshwa yiNtethe ngoku okanye xa befunda ngobuqhophololo beMpungutye noMvundla, abazimisele ukumkhohlisa mpela. UPinokiyo uzibona echitha ubusuku kwilali ethile, ethe qelele, apho athi ancedwe ngoosiyazi abathathu ngokuphosa amathambo. Abafundi baseMzantsi Afrika baya kuziva besekhaya xa behamba noPinokiyo kolu hambo lwakhe lugugutha iintaba neenduli zoMzantsi Afrika, ezithe zanikwa ubomi nomdla ngu-Alzette Prins, esebenzisa imizobo evuselelayo nenoburharha, eyakonwabisa abadala nabancinci.

R190

ISBN 9781869285746
Language isiXhosa
In other languages Afrikaans, isiZulu, English
Format Paperback / softback
Edition 1
Publisher New Africa Books
Publication date 1 January 2007
Author/s Xolisa Guzula, Pamella Maseko, Ntombizanele Nkence, Reviva Schermbrucker, Alzette Prins
Contributors Xolisa Guzula (Illustrator, Translator), Ntombizanele Nkence (Translator), Reviva Schermbrucker (Illustrator), Alzette Prins (Illustrator)
Size 16.8cm x 24cm x 0.7cm
Series Children's Picture Book
Tags Xhosa

Order fulfilment through Biblionef.

Shipment via our courier partners, The Courier Guy.

Local 1– 2 working days: Local Same Day (Western Cape main centre) Regional & Remote Areas up to 4 working days. FREE for orders over R300; R100 for orders less than R300.

Main centres: 2 – 4 working days: Economy courier (main centres: Durban, Bloemfontein, Port Elizabeth, Pretoria, Johannesburg) FREE for orders over R300; R100 for orders less than R300.

Regional & remote areas: 4 – 8 working days: Economy courier (regional and remote areas) FREE for orders over R300; R100 for orders less than R300.

All transactions are secure and encrypted. We use Payfast for all card payments. (Check if via 3D secure is relevant)

  1. Use your Mastercard, Visa, or American Express (Credit or Debit Card) for payment on our website via Payfast.
  2. Instant EFT payment from any online bank account, powered by Payfast.
  3. Pay in four equal instalments with Payflex. Risk-free with ZERO interest
  4. Convenient and safe cashless payments via Apple Pay on any Apple device. (Check Apple Pay)

Fullfillment and shipping by Biblionef.

Puku Reviews of this book

No reviews for this book were found

Dear readers.

Welcome to Puku’s new website and children’s bookstore. We are excited to introduce a rich selection of children’s books in South African languages, to readers young and old.